IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 4:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova.

  • Duteronomi 28:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+

  • Yeremiya 42:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kothi ke onke amadoda abhekise ubuso bawo ukuba angene eYiputa ukuze ahlale apho njengabaphambukeli afe likrele, yindlala nayindyikitya yokufa;+ akuyi kubakho usindayo okanye obalekileyo kuwo, ngenxa yentlekele endiwazisela yona.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share