IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa baya kuba ngabakhonzi bakhe,+ ukuze bawazi umahluko phakathi kwenkonzo yam+ nenkonzo yezikumkani zamazwe.”+

  • Yeremiya 5:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Niya kuthi ke, ‘Kungenxa yasiphi na isibakala le nto uYehova uThixo wethu enze zonke ezi zinto kuthi?’+ Uze uthi ke kubo, ‘Kanye njengoko nindishiyile naza naya kukhonza uthixo wasemzini kwilizwe lenu, ngokunjalo niya kukhonza abasemzini kwilizwe elingelolenu.’”+

  • Yeremiya 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwaye uyaliyeka, ngokuzithandela kwakho, ilifa endakunika lona.+ Ngoko ke ndiza kukwenza ukhonze iintshaba zakho kwilizwe ongalazanga;+ kuba niye naphenjwa njengomlilo ngomsindo wam.+ Uya kuhlala uphenjiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share