Luka 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke wabona umhlolokazi othile osisisweli ephosa iingqekembe ezimbini ezincinane zexabiso elincinane kakhulu,+ 2 Korinte 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba umntu unolangazelelo kuqala, umnikelo wakhe wamkeleka ngakumbi ngokoko anako,+ kungekhona ngokoko angenako.
2 Wandula ke wabona umhlolokazi othile osisisweli ephosa iingqekembe ezimbini ezincinane zexabiso elincinane kakhulu,+
12 Ukuba umntu unolangazelelo kuqala, umnikelo wakhe wamkeleka ngakumbi ngokoko anako,+ kungekhona ngokoko angenako.