Numeri 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko uSirayeli wenza isibhambathiso kuYehova wathi:+ “Ukuba uthe wasinikela inene esi sizwana esandleni sam, nam ngokuqinisekileyo ndiya kuzitshabalalisa+ izixeko zaso.” 1 Samuweli 15:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kamva uYehova wakuthuma waza wathi, ‘Hamba, utshabalalise aboni,+ ama-Amaleki, yaye umele ulwe nabo ude ubatshabalalise.’+
2 Ngoko uSirayeli wenza isibhambathiso kuYehova wathi:+ “Ukuba uthe wasinikela inene esi sizwana esandleni sam, nam ngokuqinisekileyo ndiya kuzitshabalalisa+ izixeko zaso.”
18 Kamva uYehova wakuthuma waza wathi, ‘Hamba, utshabalalise aboni,+ ama-Amaleki, yaye umele ulwe nabo ude ubatshabalalise.’+