1 Samuweli 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+ Yobhi 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngaba asiyontlekele kumenzi wobubi,+Nelishwa kwabo baqhelisela okwenzakalisayo? IMizekeliso 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Indlela kaYehova iligwiba kwabangenakusoleka,+ kodwa ukonakala kukwabo baqhelisela okwenzakalisayo.+ IMizekeliso 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Aboni basukelwa yintlekele,+ kodwa amalungisa avuzwa ngokulungileyo.+
3 Yiya ke, umxabele uAmaleki+ uze umtshabalalise+ kunye nako konke anako, yaye umele ungabi namfesane kuye, kwaye umele uwabulale,+ indoda kwakunye nomfazi, umntwana kwakunye nowanyayo,+ inkunzi yenkomo kwakunye nemvu, inkamela kwakunye ne-esile.’”+
29 Indlela kaYehova iligwiba kwabangenakusoleka,+ kodwa ukonakala kukwabo baqhelisela okwenzakalisayo.+