IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “‘Okanye xa umphefumlo uchukumise into engahlambulukanga, enoba sisidumbu serhamncwa elingahlambulukanga okanye isidumbu sesilwanyana sasekhaya esingahlambulukanga okanye isidumbu sesidalwa esinyakazelayo,+ nangona ubungakwazi oko,+ sekunjalo woba ngongahlambulukanga uze ube netyala.+

  • 1 Timoti 5:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Izono zabanye abantu zibonakala ekuhleni,+ zikhokelela ngqo ekugwetyweni, kodwa ezabanye zibonakala kamva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share