Eksodus 29:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Woyinqunqa inkunzi yegusha leyo ibe ngamalungu, uwahlambe amathumbu ayo+ namanqina ayo, uwabeke amalungu ayo elinye phezu kwelinye naphezu kwentloko yayo.
17 Woyinqunqa inkunzi yegusha leyo ibe ngamalungu, uwahlambe amathumbu ayo+ namanqina ayo, uwabeke amalungu ayo elinye phezu kwelinye naphezu kwentloko yayo.