Levitikus 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+ Numeri 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ize ingazenzi inqambi kwanangoyise okanye unina okanye umntakwabo okanye udade wabo ekufeni kwabo,+ ngokuba umqondiso wobuNaziri bayo kuThixo wayo uphezu kwentloko yayo.
10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+
7 Ize ingazenzi inqambi kwanangoyise okanye unina okanye umntakwabo okanye udade wabo ekufeni kwabo,+ ngokuba umqondiso wobuNaziri bayo kuThixo wayo uphezu kwentloko yayo.