IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+

  • Numeri 35:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Yaye indibano+ imele isihlangule isibulala-mntu esandleni somphindezeli wegazi, imbuyisele indibano esixekweni sokusabela kwakhe abesabele kuso, kwaye simele sihlale apho ade afe umbingeleli omkhulu othanjiswe ngeoli engcwele.+

  • INdumiso 133:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+

      Ehla ezindevini,

      Ezindevini zika-Aron,+

      Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share