Levitikus 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+ Levitikus 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “‘Ukuba, ke, awunako okwanele imvu,+ mawuzise kuYehova amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu+ abe ngumnikelo wawo wetyala ngenxa yesono osenzileyo,+ elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo. Levitikus 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 namahobe amabini+ asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, anokuphumelela ukuwafumana, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo. Luka 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 nokunikela umbingelelo ngokuvumelana noko kutshiwo emthethweni kaYehova: “Amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amavukuthu amabini.”+
14 “‘Noko ke, ukuba umnikelo wakhe otshiswayo kuYehova uwuthabatha ezintakeni, ngoko umele awusondeze umnikelo wakhe ewuthabatha kumahobe asendle+ okanye kumantshontsho amavukuthu.+
7 “‘Ukuba, ke, awunako okwanele imvu,+ mawuzise kuYehova amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu+ abe ngumnikelo wawo wetyala ngenxa yesono osenzileyo,+ elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.
22 namahobe amabini+ asendle okanye amantshontsho amabini amavukuthu, anokuphumelela ukuwafumana, elinye libe ngumnikelo wesono lize elinye libe ngumnikelo otshiswayo.
24 nokunikela umbingelelo ngokuvumelana noko kutshiwo emthethweni kaYehova: “Amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amavukuthu amabini.”+