8 Kodwa ukuba akabanga nako ukufumana imvu, umele ke ngoko athabathe amahobe asendle abe mabini okanye amantshontsho amavukuthu abe mabini,+ elinye libe lelomnikelo otshiswayo lize elinye libe lelomnikelo wesono, aze umbingeleli amcamagushele,+ andule ke ahlambuluke.’”