Levitikus 22:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Umntu wenzala ka-Aron, osukuba eneqhenqa+ okanye ebhobhoza,+ makangadli ezintweni ezingcwele ade ahlambuluke,+ nalowo uchukumisa nabani na ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo+ okanye indoda ephuma amadlozi,+ Numeri 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+ 2 Samuweli 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+
4 Umntu wenzala ka-Aron, osukuba eneqhenqa+ okanye ebhobhoza,+ makangadli ezintweni ezingcwele ade ahlambuluke,+ nalowo uchukumisa nabani na ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo+ okanye indoda ephuma amadlozi,+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+
29 Ngamana lingawela phezu kwentloko+ kaYowabhi naphezu kwendlu kayise iphela, yaye makanganqunyulwa endlwini kaYowabhi+ umntu obhobhozayo+ okanye oneqhenqa+ okanye umntu osimelela ngentonga yokusonta+ okanye owa likrele okanye oswele isonka!”+