IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 Chulumancani, zintlanga, kunye nabantu bakhe,+

      Ngokuba uya kuliphindezelela igazi labakhonzi bakhe,+

      Abuyisele impindezelo kwiintshaba zakhe+

      Awucamagushele umhlaba wakhe nabantu bakhe.”

  • ABagwebi 9:57
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Yaye bonke ububi bamadoda akwaShekem uThixo wabenza babuyela ezintlokweni zawo, ukuze isiqalekiso+ sikaYotham+ unyana kaYerubhahali+ sibe phezu kwawo.+

  • 2 Samuweli 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wandula ke wathi uDavide kuye: “Ityala legazi lakho malibe phezu kwentloko yakho,+ ngenxa yokuba umlomo wakho uye wangqina nxamnye nawe,+ usithi, ‘Mna ngokwam ngokuqinisekileyo ndimbulele othanjisiweyo kaYehova.’”+

  • 1 Kumkani 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Yaye kuya kuthi ngemini oya kuphuma ngayo naxa uthe wadlula kwintlambo yaseKidron,+ ufanele ngaphandle kwempazamo wazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo.+ Ityala legazi lakho liya kuba phezu kwentloko yakho.”+

  • INdumiso 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+

      Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+

  • INdumiso 55:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+

      Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+

      Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+

  • INdumiso 94:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+

      Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+

      UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+

  • IMizekeliso 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ongendawo uya kubanjwa ziziphoso zakhe,+ abanjwe ziintsontelo zesono sakhe.+

  • IMizekeliso 28:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Umntu osindwa lityala legazi lomphefumlo uya kusabela nasemhadini.+ Mabangambambi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share