INdumiso 103:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+ Hezekile 18:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Konke ukunxaxha kwakhe akwenzileyo—akuyi kukhunjulelwa kuye.+ Ngenxa yobulungisa bakhe abenzileyo uya kuhlala ephila.’+ Mika 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kusenzela inceba kwakhona;+ uya kuzinyathelela phantsi iziphoso zethu.+ Kwaye uya kuziphosa ezinzulwini zolwandle zonke izono zabo.+ Hebhere 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke noYesu, ukuze angcwalise+ abantu ngegazi lakhe,+ wabandezeleka ngaphandle kwesango.+
12 Njengokuba kude kwempumalanga entshonalanga,+Kunjalo ukukukhwelelisa kwakhe kude nathi ukunxaxha kwethu.+
22 Konke ukunxaxha kwakhe akwenzileyo—akuyi kukhunjulelwa kuye.+ Ngenxa yobulungisa bakhe abenzileyo uya kuhlala ephila.’+
19 Uya kusenzela inceba kwakhona;+ uya kuzinyathelela phantsi iziphoso zethu.+ Kwaye uya kuziphosa ezinzulwini zolwandle zonke izono zabo.+