Levitikus 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Wophuma aye esibingelelweni,+ esiphambi koYehova, asicamagushele, athabathe egazini lenkunzi yenkomo nasegazini lebhokhwe, alidyobhe ajikeleze iimpondo zesibingelelo.+ Levitikus 23:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Noko ke, ngolweshumi kule nyanga yesixhenxe yoba lusuku locamagushelo.+ Noba nendibano engcwele, yaye nimele niyixhwalekise imiphefumlo yenu+ nize nisondeze umnikelo+ wasemlilweni kuYehova. Hebhere 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+
18 “Wophuma aye esibingelelweni,+ esiphambi koYehova, asicamagushele, athabathe egazini lenkunzi yenkomo nasegazini lebhokhwe, alidyobhe ajikeleze iimpondo zesibingelelo.+
27 “Noko ke, ngolweshumi kule nyanga yesixhenxe yoba lusuku locamagushelo.+ Noba nendibano engcwele, yaye nimele niyixhwalekise imiphefumlo yenu+ nize nisondeze umnikelo+ wasemlilweni kuYehova.
7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+