Levitikus 21:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Maze bangazichebi inkqayi iintloko zabo,+ bangaluchebi udini lweendevu zabo,+ nenyama yabo bangayiqaphuli.+ Yeremiya 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+
5 Maze bangazichebi inkqayi iintloko zabo,+ bangaluchebi udini lweendevu zabo,+ nenyama yabo bangayiqaphuli.+
26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+