Isaya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+
1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+