ABagwebi 20:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+
13 Ke kaloku nikelani loo madoda,+ amadoda angamatshivela,+ aseGibheya,+ ukuze siwabulale,+ size sibutshayele ububi kwaSirayeli.”+ Yaye oonyana bakaBhenjamin abazange bafune ukuliphulaphula ilizwi labazalwana babo, oonyana bakaSirayeli.+