Numeri 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yini na ukuba nisinyuse eYiputa nisizise kule ndawo imbi kangaka?+ Asindawo yambewu namakhiwane namidiliya nazirharnati,+ akukho namanzi la okusela.”
5 Yini na ukuba nisinyuse eYiputa nisizise kule ndawo imbi kangaka?+ Asindawo yambewu namakhiwane namidiliya nazirharnati,+ akukho namanzi la okusela.”