Numeri 23:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 UBhalaki wamsa ke uBhileham encotsheni yePehore, ekhangele eYeshimon.+ Yoshuwa 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 neArabha+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseKinereti+ ukuya ngasempuma nokuya kufikelela kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ ukuya ngasempuma ngakwicala laseBhete-yeshimoti,+ nokuya ngakumzantsi phantsi kwamathambeka asePisga.+
3 neArabha+ ukuya kufikelela kulwandle lwaseKinereti+ ukuya ngasempuma nokuya kufikelela kulwandle lwaseArabha, uLwandle lweTyuwa,+ ukuya ngasempuma ngakwicala laseBhete-yeshimoti,+ nokuya ngakumzantsi phantsi kwamathambeka asePisga.+