IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 2:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+

  • Duteronomi 29:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekugqibeleni nafika kule ndawo, waza waphuma uSihon ukumkani waseHeshbhon+ no-Ogi+ ukumkani waseBhashan, basihlangabeza edabini, kodwa saboyisa.+

  • ABagwebi 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye uSihon akazange aqiniseke ngokudlula kukaSirayeli kummandla wakhe, waza uSihon wabahlanganisa ndawonye bonke abantu bakhe, wamisa inkampu eYahatsa,+ walwa noSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share