Numeri 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+
33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+