Mika 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+ ISityhilelo 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+
5 Owu bantu bam, khanincede,+ nikhumbule oko uBhalaki ukumkani wakwaMowabhi wakucebayo,+ noko uBhileham unyana kaBhehore wamphendula ngako.+ KwakuseShitim,+ ukuya kutsho eGiligali,+ ukuze izenzo zikaYehova zobulungisa zaziwe.”+
14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+