Numeri 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke wafika uThixo kuBhileham ebusuku wathi kuye: “Ukuba la madoda afikileyo kuwe eze kukubiza, sukuma, uhambe nawo. Kodwa ilizwi endolithetha kuwe lilo kuphela ofanele ulithethe.”+
20 Ngoko ke wafika uThixo kuBhileham ebusuku wathi kuye: “Ukuba la madoda afikileyo kuwe eze kukubiza, sukuma, uhambe nawo. Kodwa ilizwi endolithetha kuwe lilo kuphela ofanele ulithethe.”+