Genesis 49:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lithole lengonyama uYuda.+ Uya kusuka exhobeni, unyuke ngokuqinisekileyo, nyana wam. Wabuthuma, wazolula njengengonyama, yaye njengengonyama, ngubani na ongaba nobuganga bokumvusa?+ Numeri 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wagoba, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyama, ngubani na ongamvusayo?+Basikelelekile abakusikelelayo,+Yaye baqalekisiwe abakuqalekisayo.”+ IMizekeliso 30:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yingonyama, eyona inamandla phakathi kwezilo yaye ayibuyi mva kuzo zonke;+
9 Lithole lengonyama uYuda.+ Uya kusuka exhobeni, unyuke ngokuqinisekileyo, nyana wam. Wabuthuma, wazolula njengengonyama, yaye njengengonyama, ngubani na ongaba nobuganga bokumvusa?+
9 Wagoba, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyama, ngubani na ongamvusayo?+Basikelelekile abakusikelelayo,+Yaye baqalekisiwe abakuqalekisayo.”+