Genesis 36:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uEsawu wahlala kummandla weentaba wakwaSehire.+ UEsawu ke lowo nguEdom.+ Yoshuwa 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaza uIsake ndamnika uYakobi noEsawu.+ Kamva uEsawu ndamnika iNtaba iSehire ukuba ayidle ilifa;+ kwaye uYakobi noonyana bakhe behla baya eYiputa.+
4 Ndaza uIsake ndamnika uYakobi noEsawu.+ Kamva uEsawu ndamnika iNtaba iSehire ukuba ayidle ilifa;+ kwaye uYakobi noonyana bakhe behla baya eYiputa.+