Eksodus 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UEleyazare, unyana ka-Aron,+ wazithabathela enye yeentombi zikaPutiyeli yaba ngumfazi wakhe. Kamva yamzalela uFinehasi.+ Zizo ezo iintloko zooyise zabaLevi, ngokweentsapho zabo.+ Yoshuwa 22:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ke kaloku xa uFinehasi+ umbingeleli nezikhulu zendibano+ neentloko zamawaka kaSirayeli awayekunye naye bawevayo amazwi awathethwa ngoonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi noonyana bakaManase, kwalunga emehlweni abo. 1 Kronike 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke yena uEleyazare+ wazala uFinehasi.+ UFinehasi wazala uAbhishuwa.+
25 UEleyazare, unyana ka-Aron,+ wazithabathela enye yeentombi zikaPutiyeli yaba ngumfazi wakhe. Kamva yamzalela uFinehasi.+ Zizo ezo iintloko zooyise zabaLevi, ngokweentsapho zabo.+
30 Ke kaloku xa uFinehasi+ umbingeleli nezikhulu zendibano+ neentloko zamawaka kaSirayeli awayekunye naye bawevayo amazwi awathethwa ngoonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi noonyana bakaManase, kwalunga emehlweni abo.