-
Yoshuwa 22:31INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
31 Ngoko uFinehasi unyana kaEleyazare umbingeleli wathi koonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi noonyana bakaManase: “Namhlanje siyazi ukuba uYehova uphakathi kwethu,+ ngenxa yokuba anisenzanga esi senzo sokungathembeki nxamnye noYehova. Ke kaloku nibahlangule oonyana bakaSirayeli esandleni sikaYehova.”+
-