Eksodus 23:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lumka, ulithobele ilizwi layo. Ungabi nemvukelo kuyo, kuba ayiyi kukuxolela ukunxaxha kwenu;+ ngokuba igama lam likuyo. INdumiso 106:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Xa uFinehasi wemayo waza wangenelela,+Ngoko isibetho samiswa.
21 Lumka, ulithobele ilizwi layo. Ungabi nemvukelo kuyo, kuba ayiyi kukuxolela ukunxaxha kwenu;+ ngokuba igama lam likuyo.