Genesis 38:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwathi emva koko, kwaphuma umntakwabo owayenosinga olungqombela esandleni sakhe waza yena wathiywa igama elinguZera.+ 1 Kronike 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yena uTamare+ umolokazana wakhe wamzalela uPeretse+ noZera. Bebonke oonyana bakaYuda babebahlanu.
30 Kwathi emva koko, kwaphuma umntakwabo owayenosinga olungqombela esandleni sakhe waza yena wathiywa igama elinguZera.+