Eksodus 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngawo la amagama oonyana bakaLevi,+ ngokweminombo yeentsapho zabo:+ NguGershon noKohati noMerari.+ Yaye iminyaka yobomi bukaLevi yaba likhulu elinamashumi amathathu anesixhenxe eminyaka. Numeri 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Oonyana bakaKohati+ ngokweentsapho zabo nguAmram noItsare,+ uHebron noUziyeli. Yoshuwa 21:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaza kwaphuma iqashiso neentsapho zamaKohati,+ yaye izixeko ezilishumi elinesithathu zaba zezoonyana baka-Aron umbingeleli, abaLevi, ngeqashiso, kwisizwe sakwaYuda+ nakwisizwe samaSimeyon+ nakwisizwe sakwaBhenjamin.+
16 Ngawo la amagama oonyana bakaLevi,+ ngokweminombo yeentsapho zabo:+ NguGershon noKohati noMerari.+ Yaye iminyaka yobomi bukaLevi yaba likhulu elinamashumi amathathu anesixhenxe eminyaka.
4 Kwaza kwaphuma iqashiso neentsapho zamaKohati,+ yaye izixeko ezilishumi elinesithathu zaba zezoonyana baka-Aron umbingeleli, abaLevi, ngeqashiso, kwisizwe sakwaYuda+ nakwisizwe samaSimeyon+ nakwisizwe sakwaBhenjamin.+