Numeri 31:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+ Duteronomi 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UMoses wayenekhulu elinamashumi amabini eminyaka ubudala ekufeni kwakhe.+ Lalingenalurhatyazo iliso lakhe,+ yaye engekaphelelwa ngamandla.+
2 “Baphindezelele+ oonyana bakaSirayeli kumaMidiyan.+ Emva koko wohlanganiselwa ebantwini bakowenu.”+
7 UMoses wayenekhulu elinamashumi amabini eminyaka ubudala ekufeni kwakhe.+ Lalingenalurhatyazo iliso lakhe,+ yaye engekaphelelwa ngamandla.+