Duteronomi 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.) Duteronomi 31:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 NguYehova uThixo wakho owela phambi kwakho.+ Yena ngokwakhe uya kuzibhubhisa ezi ntlanga phambi kwakho, uze ke wena uzigxothe.+ UYoshuwa nguye oya kuwela phambi kwakho,+ kanye njengoko ethethile uYehova. Duteronomi 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa akubanga savela kwaSirayeli mprofeti unjengoMoses,+ awathi uYehova wamazi ubuso ngobuso,+
38 UYoshuwa unyana kaNun, omi phambi kwakho, nguye oya kungena khona.’+ Yena uye wamomeleza,+ kuba nguye oya kumdlisa ilifa elo uSirayeli.)
3 NguYehova uThixo wakho owela phambi kwakho.+ Yena ngokwakhe uya kuzibhubhisa ezi ntlanga phambi kwakho, uze ke wena uzigxothe.+ UYoshuwa nguye oya kuwela phambi kwakho,+ kanye njengoko ethethile uYehova.