Numeri 27:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele uYoshuwa unyana kaNun, indoda okuyo umoya,+ umbeke isandla;+ Duteronomi 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+ Yoshuwa 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “UMoses umkhonzi wam ufile;+ yaye ngoku sukuma, uwele iYordan le, wena naso sonke esi sizwana, niye kwilizwe endibanika lona oonyana bakaSirayeli.+ Yoshuwa 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngaloo mini uYehova wamenza mkhulu uYoshuwa emehlweni akhe wonke uSirayeli,+ yaye baqalisa ukumoyika njengoko babemoyika uMoses yonke imihla yobomi bakhe.+ IZenzo 7:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Yaye nookhokho bethu abalandelayo bayizisa noYoshuwa+ kwilizwe elalileleentlanga,+ ezo uThixo wazityhalela ngaphandle zemka phambi kookhokho bethu.+ Yahlala apha kwada kwayimihla kaDavide.
18 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Zithabathele uYoshuwa unyana kaNun, indoda okuyo umoya,+ umbeke isandla;+
28 Misela+ uYoshuwa uze umkhuthaze yaye umomeleze, kuba nguye oya kuwela+ phambi kwesi sizwana kwaye nguye oya kusidlisa ilifa lelo lizwe uya kulibona.’+
2 “UMoses umkhonzi wam ufile;+ yaye ngoku sukuma, uwele iYordan le, wena naso sonke esi sizwana, niye kwilizwe endibanika lona oonyana bakaSirayeli.+
14 Ngaloo mini uYehova wamenza mkhulu uYoshuwa emehlweni akhe wonke uSirayeli,+ yaye baqalisa ukumoyika njengoko babemoyika uMoses yonke imihla yobomi bakhe.+
45 Yaye nookhokho bethu abalandelayo bayizisa noYoshuwa+ kwilizwe elalileleentlanga,+ ezo uThixo wazityhalela ngaphandle zemka phambi kookhokho bethu.+ Yahlala apha kwada kwayimihla kaDavide.