Marko 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokomzekelo, uMoses wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko,’+ yaye, ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+ Efese 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bantwana, bathobeleni abazali benu+ ngokumanyene+ neNkosi, kuba oku kububulungisa:+
10 Ngokomzekelo, uMoses wathi, ‘Beka uyihlo nonyoko,’+ yaye, ‘Lowo utshabhisa uyise okanye unina makafe.’+