IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kodwa wathi uThixo kuBhileham: “Uze ungahambi nabo. Uze ungabaqalekisi abo bantu,+ kuba basikelelwe.”+

  • Numeri 24:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Emva koko wasuka uBhileham wahamba wabuyela endaweni yakhe.+ NoBhalaki wahamba indlela yakhe.

  • Yoshuwa 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 NoBhileham unyana kaBhehore,+ umvumisi,+ wayengomnye wababulawa ngoonyana bakaSirayeli ngekrele kunye nababulawayo babo.

  • 2 Petros 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bawushiyile umendo othe tye, balahlekiswa. Balandele umendo kaBhileham,+ unyana kaBhehore, owathanda umvuzo wokwenza ububi,+

  • Yuda 11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yeha ke bona, ngenxa yokuba baye bahamba ngomendo kaKayin,+ yaye baye bagxalathelana ukuya kwikhondo lesiphoso sikaBhileham+ ngenxa yomvuzo, yaye baye batshabalala kwintetho yemvukelo+ kaKora!+

  • ISityhilelo 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Noko ke, ndinezinto ezimbalwa nxamnye nawe, zokuba unabo abo babambelele nkqi kwimfundiso kaBhileham,+ owafundisa uBhalaki+ ukubeka isikhubekiso phambi koonyana bakaSirayeli, ukutya izinto ezibingelelwe kwizithixo nokuhenyuza.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share