Yoshuwa 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ndandineminyaka engamashumi amane ubudala xa uMoses umkhonzi kaYehova wandithuma eKadeshe-bharneya ukuba ndiye kuhlola ilizwe,+ kwaye ndambuyisela ilizwi kanye njengoko lalinjalo entliziyweni yam.+
7 Ndandineminyaka engamashumi amane ubudala xa uMoses umkhonzi kaYehova wandithuma eKadeshe-bharneya ukuba ndiye kuhlola ilizwe,+ kwaye ndambuyisela ilizwi kanye njengoko lalinjalo entliziyweni yam.+