Numeri 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+ Numeri 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+
30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+
6 UYoshuwa unyana kaNun+ noKalebhi unyana kaYefune,+ ababekwabo babelihlolile ilizwe, bazikrazula izambatho zabo,+