Numeri 13:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kwaye aqhubeka edlulisela ingxelo embi+ koonyana bakaSirayeli ngelo lizwe ayelihlolile, esithi: “Ilizwe, esadlula kulo silihlola, lilizwe elibadla libagqibe abemi balo; nabantu bonke esababonayo kulo babengabafo abakhulu ngokungaqhelekanga.+ Duteronomi 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa anikunqwenelanga ukunyuka,+ nawuvukela umyalelo kaYehova uThixo wenu.+
32 Kwaye aqhubeka edlulisela ingxelo embi+ koonyana bakaSirayeli ngelo lizwe ayelihlolile, esithi: “Ilizwe, esadlula kulo silihlola, lilizwe elibadla libagqibe abemi balo; nabantu bonke esababonayo kulo babengabafo abakhulu ngokungaqhelekanga.+