7 Yaye isiqingatha sesizwe sakwaManase uMoses wayesinike isipho eBhashan,+ waza esinye isiqingatha uYoshuwa wasinika isipho nabazalwana baso nganeno kweYordan ngasentshona.+ Ngokunjalo, xa uYoshuwa wabandululayo ukuba baye ezintenteni zabo, wabasikelela.