Numeri 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli. Numeri 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+ Duteronomi 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Wathi uYehova kum, ‘Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe. Qalisa ke ukulihlutha ilizwe lakhe.’+ INdumiso 136:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 KwanoSihon ukumkani wama-Amori:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
23 USihon akamvumelanga uSirayeli ukuba adlule kummandla wakhe,+ kodwa uSihon wabahlanganisa bonke abantu bakhe waphuma waya kumhlangabeza uSirayeli entlango, wafika eYahatsa+ walwa noSirayeli.
24 Ngoko ke uSirayeli wamxabela ngohlangothi lwekrele+ waza walihlutha ilizwe lakhe+ ukususela eArnon+ kuse eYabhoki,+ kufuphi noonyana baka-Amoni; ngokuba iYazere+ ingumda woonyana baka-Amoni.+
31 “Wathi uYehova kum, ‘Yabona, ndiqalile ukumnikela kuwe uSihon nelizwe lakhe. Qalisa ke ukulihlutha ilizwe lakhe.’+
19 KwanoSihon ukumkani wama-Amori:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+