Duteronomi 10:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Banduluka oonyana bakaSirayeli eBheheroti Bhene-yahakan+ baya eMosera. Wafela apho uAron, wangcwatyelwa khona;+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli esikhundleni sakhe.+
6 “Banduluka oonyana bakaSirayeli eBheheroti Bhene-yahakan+ baya eMosera. Wafela apho uAron, wangcwatyelwa khona;+ waza uEleyazare unyana wakhe waba ngumbingeleli esikhundleni sakhe.+