Numeri 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku umKanan ukumkani waseAradi,+ owayehleli eNegebhi,+ weva ukuba uSirayeli wayesiza ngendlela yaseAtarim, walwa noSirayeli waza abanye wabathabatha njengabathinjwa. ABagwebi 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+
21 Ke kaloku umKanan ukumkani waseAradi,+ owayehleli eNegebhi,+ weva ukuba uSirayeli wayesiza ngendlela yaseAtarim, walwa noSirayeli waza abanye wabathabatha njengabathinjwa.
16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+