Levitikus 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+ Yoshuwa 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+
28 Ngako oko ilizwe aliyi kunihlanza ngenxa yokulenza inqambi kwenu njengoko beliya kuzihlanza iintlanga ezaziphambi kwenu.+
15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+