Genesis 49:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Uqalekisiwe umsindo wabo,+ kuba unenkohlakalo,+ nokuvutha komsindo wabo, ngenxa yokuba kungqwabalala.+ Ndiya kubasasaza kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.+
7 Uqalekisiwe umsindo wabo,+ kuba unenkohlakalo,+ nokuvutha komsindo wabo, ngenxa yokuba kungqwabalala.+ Ndiya kubasasaza kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.+