Duteronomi 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kodwa ukuba umntu uthe walithiya+ idlelane lakhe, walilalela, wasuka walibetha, wawubulala umphefumlo walo,+ waza umntu lowo wasabela kwesinye sezi zixeko, Duteronomi 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 amadoda amakhulu esixeko sakowabo amele athumele ukuba athatyathwe apho, amnikele esandleni somphindezeli wegazi, yaye umele afe.+ Yoshuwa 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ukuba kunokwenzeka umphindezeli wegazi asisukele, ngoko akafanele anikezele ngesibulala-mntu esandleni sakhe;+ kuba sibethe sabulala singazi idlelane laso, yaye besingalithiyanga ngaphambili.+
11 “Kodwa ukuba umntu uthe walithiya+ idlelane lakhe, walilalela, wasuka walibetha, wawubulala umphefumlo walo,+ waza umntu lowo wasabela kwesinye sezi zixeko,
12 amadoda amakhulu esixeko sakowabo amele athumele ukuba athatyathwe apho, amnikele esandleni somphindezeli wegazi, yaye umele afe.+
5 Yaye ukuba kunokwenzeka umphindezeli wegazi asisukele, ngoko akafanele anikezele ngesibulala-mntu esandleni sakhe;+ kuba sibethe sabulala singazi idlelane laso, yaye besingalithiyanga ngaphambili.+