Numeri 35:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye indibano+ imele isihlangule isibulala-mntu esandleni somphindezeli wegazi, imbuyisele indibano esixekweni sokusabela kwakhe abesabele kuso, kwaye simele sihlale apho ade afe umbingeleli omkhulu othanjiswe ngeoli engcwele.+ Duteronomi 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+
25 Yaye indibano+ imele isihlangule isibulala-mntu esandleni somphindezeli wegazi, imbuyisele indibano esixekweni sokusabela kwakhe abesabele kuso, kwaye simele sihlale apho ade afe umbingeleli omkhulu othanjiswe ngeoli engcwele.+
10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+