Genesis 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+ Eksodus 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Othe wabetha umntu wafa naye makabulawe afe.+ Levitikus 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Ukuba umntu uthe wabetha waza wabulala nawuphi na umphefumlo ongumntu, makabulawe afe.+ Duteronomi 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 amadoda amakhulu esixeko sakowabo amele athumele ukuba athatyathwe apho, amnikele esandleni somphindezeli wegazi, yaye umele afe.+
5 Yaye, ngapha koko, ndiya kulibiza igazi lemiphefumlo yenu. Ndiya kulibiza esandleni sazo zonke izidalwa eziphilayo; nasesandleni somntu, ndiwubize umphefumlo womntu esandleni sakhe ngamnye ongumzalwana wakhe.+
12 amadoda amakhulu esixeko sakowabo amele athumele ukuba athatyathwe apho, amnikele esandleni somphindezeli wegazi, yaye umele afe.+