Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Numeri 35:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe. Mateyu 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Nivile ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungabulali;+ kodwa nabani na obulalayo+ uya kuphenduliswa kwinkundla yokusesikweni.’+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
30 “‘Nabani na obethe wabulala+ umphefumlo ufanele abulawe njengombulali ngomlomo wamangqina,+ ke lona ingqina elinye alinakungqina ngomphefumlo ufe.
21 “Nivile ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungabulali;+ kodwa nabani na obulalayo+ uya kuphenduliswa kwinkundla yokusesikweni.’+