IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ukuba umntu uthe wona umntu,+ uThixo uya kumlamlela;+ kodwa ukuba umntu uthe wona uYehova,+ ngubani na owokumthandazela?”+ Kodwa babengaliphulaphuli ilizwi likayise,+ ngenxa yokuba uYehova ngoku wayezimisele ukubabulala.+

  • IMizekeliso 29:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+

  • Hoseya 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Baye bagabadela ekonakaliseni,+ njengakwimihla yaseGibheya.+ Uya kusikhumbula isiphoso sabo;+ uya kuzinikela ingqalelo izono zabo.

  • Hoseya 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Ukususela kwimihla yaseGibheya+ wonile,+ Sirayeli. Apho bema ngxi. EGibheya imfazwe nxamnye noonyana bentswela-bulungisa ayibafikelanga.+

  • Roma 9:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share